History

Amagora AmaMpinga

UYATHANDA!!! AWUTHANDI!!! AMAMPINGE NGAMAQHAWE, NGAMAGORHA; AKWAZINKOKHELI NGENDALO. Yinyaniso engenakuphikiswa bani into yokuba AMampinge ngamaqhawe, ngamagorha ekwazinkokheli ngendalo. Nabuphi ubukumkani nobukhosi obufuna izinto zihambe ngendlela buyayazi into yokuba uMpinge kufuneka engekho kude. Ukuba awuqondi masikwenze uqonde. Ukumkani U Gcaleka wayengaphazamanga xa wathatha uMbhala ka Nkqoshe wamenza elona phakathi lakhe liphambili. Ukumkani akaphelelanga nje apho, kuwo onke amagqirha awayekho ngeloxesha, wakhetha …

Amagora AmaMpinga Read More »