General

Isizwe Samampinga National Council

Umbuliso omkhulu kusihlalo kunye nekomiti yakhe iphela. KwiNkosi,amasekela waNkosi, Izithethi zaseMampingeni, nenkokheli zonke ngokushiyana kwazo, bhotani. Mzi WaseMampingeni sithi silolulutsha laseMampingeni ebelibambe indibano apha kuDecember 2020 masibulele kuni nizinkokheli zaMampinga ngokusivumela ukuba sibenale ndibano besinayo. Siyayazi ukuba beninokungasivumeli xa beningaboni mfuneko Yaya. Ingxeko yomhlangano ime ngoluhlobo. Ukuqala kumalungiselelo womhlangano, sifuna ubamba ngazibini ku Dr Noqamza …

Isizwe Samampinga National Council Read More »